African National Congress

SANNC (London, 1914): Thomas Mapike, Walter Rubusana, John Langalibalele Dube, Saul Msane, Sol Plaatje.

African National Congress Nelson Mandela liqela elilawulayo kwilizwe uMzantsi Afrika ukusuka kunyaka wama 1994 kuze kube ngoku. Amagqabantshintshi ngosungulo lweliqela yayingunyaka wama 1912 mhla uTata uJohn Langalibalele Dube, Pixley ka Seme kubandakanyeka no Solomon Tshekitsho Plaatjie baqala eliqela. Liye ngokuya lihamba ixesha njengoko injongo yayikukulwisana nocalucalulo kwelilizwe liphela ladibana nobunzithenzithe bobunzima ekulweni ucalulo kodwa ke kwananjalo kwasungulwa iqela lolutsha lwe "ANCYL" (African National Congess Youth League)

African National Congress


From Wikipedia, the free encyclopedia · View on Wikipedia

Developed by Nelliwinne