Izizw'ezimanyeneyo (UN)ngumbutho odibanisa oorhulumente ukuze basebenzisane. lo mbutho waasekwa ngomhla wama-24 kweyeDwarha ngo-1945 ngeenjongo zokokuba lo mbutho uzakuphakamisa intsebenziswano phakathi kwamazwe ngamazwe. Kuye kwaphakanyiswa zona endaweni yombutho weZizwe ezinobuhlobo. Ukuyilwa kwalo mbutho kulandela imfazwe yesi-II ukuze kunqandwe olunye ungquzulwano olungasuka lwenzeke. Ngexesha ekwafunyanwa ngalo lo mbutho, umbutho wezizwe ezimanyeneyo okanye i-UN yayinamalungu esizwe angama-51, kungoku nje ali-193. Inkoliso yezizwe inamalungu e-UN ethumela abantu koondlunkulu apho ayakubambela khona iintlanganiso nalapho kuphunyeleliswa kuziwe nezisombululo (ekuthathwa khona izigqibo) ngezinto ezidla umzi kwihlabathi.
Izizwe ezimanyeneyo zijonge ukufikelela kwezi ngongoma zilandelayo: